Тексты и переводы песен /

Bantu Biko Street | 2006

Noba esisipaji
Singenayw' imali
Ndosiphatha xa ndihamb' eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisiqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa
Andinayw' imali
Yokuthenga zonke
(Ezazizezam azikhw' eZazulwana)
Kodwa ndakuthusa
Xa kuthiwa makuyiwe
(Kudala ndiw' gangatha kuphil' akuthengwa)
Akuthengwa
(Kuphil' akuthengwa)
Yintoni leyo
(Kuphil' akuthengwa)
Khuza wena
Asinakuyazi, hayi isimanga
Nawe Mongameli
Xa ubon' abantu bakho
(Unqandwa yintoni ungaphilis' isizwe)
Wena Mongameli
Fundis' abantwana bethu
(Nants' intw' esay' lwela ungathi ulibele)
Sihamba nzima
(Sihamba nzima)
Siyazama
(Sihamba nzima)
Khuza wena
(Ngathi sowubon' indifanele le ndawo)
Noba esisipaji
Singenayw' imali
Ndosiphatha xa ndihamb' eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisiqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa
Sizwe esimnyama
Soya njalo phambili
(Soya njalo phambili xa sime sibanye)
Sizwe esintsundu
Ungayek' ukukhathala
(Kungaba kuphelile xa ungakhathali)
Wawukhona
(Wawukhona)
Besithathela konke
(Wawukhona)
Sakhal' inyembezi
(Thina sobabini sivela eGolgotha)
Emaphupheni nasezitoyitoyini
(Singa singahlala siyikhangela ihambo)
Ezingcingeni nasezinkonzweni
(Siyakuzinceda siyikhangele ihambo)
Hamba njalo
(Hamba njalo)
Sukoyika
(Hamba njalo)
Ngoba kufanele
Zincede khawuleza lingekatshon' ilanga
Noba esisipaji
Singenayw' imali
Ndosiphatha xa ndihamb' eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisiqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa

Перевод песни

Нет украсть эсипаджи,
Сингенейв 'имали
Ндосифата ха ндихамб' Эбан-известный Бико-стрит,
Ват встретиться кала нгафакати.
Нет кражи эсисихова
Сингеназидима
Ндоситхвала Дэйд
Andinakuxelwa
Ngugi wandifundisa
Andinayw 'имали
Йокутенга зонке (
Ezazizam azikhw' eZazulwana)
Koda ндакутуса
Ха Кут угрожал makuyiwe (
утверждаю, что строительство 'ganga kingdom get' akuthengwa)
Akuthengwa (
получить ' akuthengwa)
Интони Лей, который (
получить ' akuthengwa)
Это довольно потерять вен
Asinakuyazi, эти isimani
Ты Mongameli
Xa Убон 'abantu Бахита (
Unqandwa yintoni ungaphilis' ISI воспитывали)
Вен
Монгамели открыть 'абантвана Бет лечить (
кто' инт. 'эсай' lw sleep powder унаследовал ulibele)
Сих поет весь (
сих поет весь)
Сиязама (
сиг поет целиком)
Это довольно потерять вен (
Nga унаследовал sowubon 'indifanele le ndai, который)
Не украсть эсипаджи
Singenayw' imali
Ndosiphatha xa ndihamb ' Эбан-известный Biko Street
Wat встречайте Калу ngaphakathi
Нет украсть эсисихова,

Синьясидима Ндоситхвала Дэйд
Andinakuxelwa
Ngugi wandifundisa
СИЗ быть эсимняма,
Соя Нджи-это phambili (
соя Нджи-это phambili XA sime sibanye)
СИЗ быть эсинтунду
Мука ' укухатала (
древесное волокно украсть kuphelile xa унгахатали)
Вавухона (
Вавухона)
Беситафела, угол, кто?
(Вавухона)
Саки-иньембези (
тоньше собабини, а не эгольгота)
Emaphupheni nasezitoyitoyini (поет singahlala siyikhangela ihambo) Ezingcingeni nasezinkonzweni (Siyakuzinceda siyikhangele ihambo) Hambo njan is (Hambo njan is) Suko собрал (Hambo njan is) НПО, созданное в момент смерти стрелка, цинк может хавулеза лингекатшон, заметить, что нет украсть эсисисипханай Нджи Сингоа ndihamb' EBAN-известная улица Бико, Ват, встречай Калу нгафакати.
Не кради эсисихова,

Синьеназидима, Ндоситхвала Дэйд,
Андинакуксельва,
Нгуги вандифундиса.